3/29/2015

Holy Week - Palm Sunday

Categories: JL Zwane, Church 

Other articles by: admin Banisa Brown

Palm Sunday - 2015

Street Revival (Imvuselelo Esixekweni)
Luke 19:38 (Mr Sakhele Plaatjie)


USimon wabasikelela, wathikuMariya unina, Uyabona, lo umiselwe ukuwa nokuvuka kwabaninzi kwaSirayeli, nokuba abengumqondiso ochasiweyo.  Luke 2:34 (Mr Kuna Matshisi)


"Makabongwe lo uzayo esegameni lika Yehova, siyanisikelela nina basendlini kaYehova" 
Psalms 118:26 (Mr Sivuyiel Dibela)


"Nkosi singa singabona uYesu"
John 12:21 (Mrs LLL Duma)


"Lumkani ningalahlekiswa mntu"
Matthew 24:4 (Miss Nina Stamper)


"Musa ukoyika ntombi Ziyon, nanko ukumkani wakho esiza"
John 12:15  (Mrs Nosisana Nompumza)


"Iphi na indlu yabahambi"
Mark 14:14  (Mrs Nomha Piki)


"Mna ke ukuba ndithe ndaphakanyiswa emhlabeni ndiyakubatsalela bonke kum"
Luke 12:32  (Mrs Kholeka Mhambi)


"Yena uyakuba mkhulu abizwe ngokuba ungunya wosenyangweni"
Luke 1:32  (Ms Thelma Dyantyi)

The Congregation in pictures
































...it does not end here

Rated 4.00, 1 vote(s). 

Comments

Moshe Apleni
Incredible

3/30/2015 10:03:16 AM
Notify me when new comments are added to this post
Save comment